AbcSongLyrics.com

Zahara Xa Bendingena Mama song lyrics

Zahara Xa Bendingena Mama song lyrics
Xa bendino mama
Besendine qhiy'ebotshwe ngaphambili
Okwenene ndiyahamba
Okwenene ndibhek'eGoli sana lwam'
Xa bendino mama
Besendine qhiy'ebotshwe ngaphambili
Okwenene ndiyahamba
Okwenene ndibhek'eGoli sana lwam'

Ndiyagodola
Ndiyagodol' incinci naleRagi mnta kaMamam'
IYhu ndiyahamba
IYhu! Ndibhek'eGoli sana lwam'

Ndithi xa bendino mama
Besendine qhiy'ebotshwe ngaphambili
Okwenene ndiyahamba
Okwenene ndibhek'eGoli mna no sana lwam'

Ndiyagodola
Ndiyagodol' incinci naleRagi mnta kaMamam'
IYhu ndiyahamba
IYhu! Ndibhek'eGoli sana lwam'
Ndiyagodola
Ndiyagodol' incinci naleRagi mnta kaMamam'
IYhu ndiyahamba
IYhu! Ndibhek'eGoli sana lwam'

Ndiva isikhal' esandohlukanisa nomamam'
Andivumi nosana lwam'
Ndibolekeni iduvet incinci naleragi mtaka mamam'
Ndiva izikhal' ezandohlukanisa nomamam'